IsiXeko saseKapa sipapashe iMithetho kaMasipala yoRhwebo olungekho sikweni kwaye siyakucela ukuba uhlomle.
IBhunga lijonge ukuphonononga lo Mthetho kaMasipala kwaye lingathanda ukukubandakanya kwinkqubo yoqwalaselo. Ngoku lixesha elifanelekileyo lokuphonononga, elinikiweyo, phakathi kwezinye izinto:
- umsebenzi omhle osele wenziwe kweli lizwe malunga noqoqosho olungekho sikweni, kunye
- iinyani kunye nezifundo esizifundileyo ngexesha lobhubhani we-Covid-19.
Zonke izimvo neengcebiso ezifunyenweyo ziya kuvavanywa kwaye ingxelo yophononongo iya kuqulunqwa ize ingeniswe kwiBhunga. IBhunga liya kuthi ke lenze isindululo apho izimvo neengcebiso mazifakwe ngokusesikweni kwinkqubo eya phambili.
0 abathathi-nxaxheba, ukuza kuthi ga ngoku (ivala nge-30 ka-Epreli 2021)


Yiba nelizwi lakho - lungisa isiphumo.



